

Phila
- Rate ₦12579
- Response 1h

₦12579/h
1st lesson free
- Xhosa
Xhosa, ndicacisa amaqhalo nezithethe, ukubhala isishwankathelo nobuchule bokubhala isincoko noyilo, ukuhlalutya umbongo
- Xhosa
Lesson location
About Phila
Mna ndingomnye wabafundi abaphumelela ibanga le 12 nge (distinction). Bendingomnye wabafundi ebebechongwa eskolweni ukuyomela iskolo ngengxoxo mpikiswano yesixhosa. Bendino buchule wokuphendula imibongo kwaye bendikwazi ukubhala isincoko, andithethi ngentetho engalungiselelwanga bendiyincutshe kuyo. Ndiyazidla ngesiXhosa sam kwaye ndiyanqwena wonke umntu abenebhongo neqhayiye ngesiXhosa.
About the lesson
- Primary
- Secondary
- WASSCE
- +19
levels :
Primary
Secondary
WASSCE
National Common Entrance Examination (NCEE)
GCE
Adult education
Undergraduate
Masters
Diploma
Doctorate
MBA
A1
B2
B3
C4
C5
C6
Beginner
Intermediate
Advanced
Professional
Kids
- English
All languages in which the lesson is available :
English
Isixhosa asitolikwa, kodwa ndinesiqinisekiso sokuba xa undinike ithuba lokucacisela ngezinto ezidingeka kwisixhosa ungafunda lukhulu. Kubalulekile kakhulu ukwenza uyilo phambi kokuba ubhale isincoko. Zininzi indlela zokuqokelela amanqaku okuphumelela isixhosa umzekelo unganqakula kwisishwankathelo, ukuphendula umbuzo omde nokwenza iintetho elungiselweyo nenga lungiselwanga. Okokugqibela kubalulekile kakhulu ukuhlela ixesha xa ubhala iimviwo.
Rates
Rate
- ₦12579
Pack prices
- 5h: ₦62895
- 10h: ₦125790
webcam
- ₦12579/h
free lessons
This first lesson offered with Phila will allow you to get to know each other and clearly specify your needs for your next lessons.
- 1hr
Similar Xhosa tutors in Qonce
Luthando
Cape Town, South Africa & webcam
- ₦41930/h
- 1st lesson free
Buhle
Cape Town, South Africa & webcam
- ₦8386/h
- 1st lesson free
Mondekazi
Cape Town, South Africa & webcam
- ₦25158/h
- 1st lesson free
Nomhle
Kempton Park, South Africa & webcam
- ₦12579/h
- 1st lesson free
ZENANDE
Libode, South Africa & webcam
- ₦12570/h
- 1st lesson free
Sinogcobo
Cape Town, South Africa & webcam
- ₦12579/h
- 1st lesson free
Siphesihle
Pretoria, South Africa & webcam
- ₦16772/h
- 1st lesson free
Nkosazana
East London, South Africa & webcam
- ₦16761/h
- 1st lesson free
Anam Millicent
Cape Town, South Africa & webcam
- ₦15095/h
- 1st lesson free
Mihlali Felicia
Motherwell, South Africa & webcam
- ₦16761/h
- 1st lesson free
Kazimla
Johannesburg, South Africa & webcam
- ₦14256/h
- 1st lesson free
Phelisa
Port Elizabeth, South Africa & webcam
- ₦5032/h
- 1st lesson free
Isaac
Johannesburg South, South Africa & webcam
- ₦8380/h
- 1st lesson free
Bongi
Johannesburg, South Africa & webcam
- ₦12579/h
- 1st lesson free
CHULUMANCO
Mdantsane, South Africa & webcam
- ₦12570/h
- 1st lesson free
Odwa
Cape Town, South Africa & webcam
- ₦16772/h
- 1st lesson free
Lindeka
Durban, South Africa & webcam
- ₦12579/h
- 1st lesson free
Sinalo
East London, South Africa & webcam
- ₦16772/h
- 1st lesson free
Wendy Aphiwe
Cape Town, South Africa & webcam
- ₦20951/h
- 1st lesson free
Hlumelo
Gqeberha, South Africa & webcam
- ₦8380/h
- 1st lesson free
-
See Xhosa tutors
